Nanko umntu ohlala yedwa, kungekho owesibini:akananyana namntakwabo,kodwa uxhabashile, uyasebenza engaphezi;noxa kunjalo amehlo akhe akaneliswa bubutyebi bakhe.Ude athi: “Ngubani endibulalekela yena,ndide ndizivimbe ulonwabo kangaka?”Ewe, nale into ngamampunge;ngumzamo ophuthileyo!