Umntu osisilumko uyabona apho aya khona,kanti ke sona isityhakala sifathula emnyameni.Kambe ke ndafumanisa ukuba bebonke isiphelo sinye.