Yonke into endandiyinqwenela ndandiyifumana,kungekho nasiyolo sakha sandiphosa.Ndandineqhayiya, ndizidla ngayo yonke imizabalazo yam;lowo yaba ngumvuzo wam ngoko kubulaleka.