Testamente Endala

Testamente Entsha

Amava Engqondi 2:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ke kaloku ndagqiba kwelithi: “Makhe ndilinge iziyolo, ndizonwabise, ndive ukuba kunjani na!” Kodwa ke ndafumanisa ukuba naloo nto ngamampunge.

2. Ukuhleka ndathi: “Bubuyatha;” iziyolo zona: “Ngaba zindizisela ntoni?”

funda isahluko epheleleyo Amava Engqondi 2