Ewe kaloku, umxokelelwana wesiliva uya kushunquka,nesibane segolide siwe saphuke;ukanti ke nentambo phaya equleni iya kuqhawuka,nomphanda utsho ukroboke.