Yixhamle ngokobungakanani bayo iminyaka yokudla kwakho ubomi,ukhumbule ukuba imihla yobumnyama xa ungasekhoyo iya kuba mininzi.Ewe, yonke into ezayo ingamampunge.