Ngoko ke ligxothe ixhala entliziyweni yakho,ukuphephe okunokwenzakalisa umzimba wakho.Kaloku ubutsha namandla awo ngamampunge.