Ungaze umnyembe ukumkani, nditsho nangeengcinga;nesityebi sukusinyelisa, noba sewusesililini sakho,hleze kubekho ntakazana iphuma namazwi akho,into enamaphiko iyixele loo ntetho.