Yonk' imilambo ingena elwandle, kodwa ke lona ulwandle aluzali;amanzi abuyela apho ebevela khona, aphinde asinge apho ebesiya khona.