UYehu warhola utolo lwakhe, wajolisa kuYoram, wamchana phakathi kwamagxa, utolo olo ke lwaya kuthi xhokro entliziyweni, watsho wawa apho enqwelweni.