Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 9:18 Ibhayibhile (XHO96)

Waphuma loo mfo ngehashe, waya kuhlangabeza uYehu, wabuza wathi: “Ukumkani uthi mandibuze ukuba ngaba niza ngoxolo na.”UYehu waphendula wathi: “Uza kwenza ntoni ngoxolo? Tshona ngasemva kwam!”Umlindi waxela wathi: “Isigidimi sihambe saya kufika, kodwa ke asibuyi.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 9

imbono 2 Yookumkani 9:18 kwimeko