Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 8:2 Ibhayibhile (XHO96)

Umfazi lowo ke wenza njengoko wayeyalelwe ngumfo wakwaThixo. Wemka nosapho lwakhe, waya kuhlala kwelamaFilistiya loo minyaka isixhenxe.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 8

imbono 2 Yookumkani 8:2 kwimeko