Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 7:8 Ibhayibhile (XHO96)

Loo madoda ayeneqhenqa ke afika emacaleni ekampu leyo, aza angena kwenye yeentente ezo. Hayi ke, azenzela atya, asela, ade aziphathela isiliva, igolide, nempahla yokunxiba, emka nazo, aya kuzifihla. Aphindela abuyela kwenye intente, nalapho azithathela izinto, aya kuzifihla nazo.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 7

imbono 2 Yookumkani 7:8 kwimeko