Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 7:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ahamba ke, afika abiza abalindi bamasango, abaxelela athi: “Besiye phaya kwikampu yamaSiriya, saza safika kungekho nalo mnye umntu khona. Hayi, akukho nesandi esi somntu khona! Into ekhoyo ngamahashe, needonki ezibotshelelweyo. Iintente zisenjengoko bezinjalo nazo.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 7

imbono 2 Yookumkani 7:10 kwimeko