Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 6:30 Ibhayibhile (XHO96)

Akuyiva loo mbali ukumkani wasuka wazikrazula izambatho zakhe. Bathi bakumjonga abantu ehamba apho eludongeni, bafumanisa ukuba emzimbeni unxibe ezirhwexayo.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 6

imbono 2 Yookumkani 6:30 kwimeko