Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 5:7 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe ke asakuyifunda loo leta ukumkani wakwaSirayeli, suka wazikrazula izambatho zakhe esithi: “Ngaba ndinguThixo ngoku? Ndingabulala kakade, okanye ndiphilise? Ngani ke ukuba lo mfo andithumelele umntu ekufuneka anyangwe iqhenqa? Kucacile ukuba lo mfo uzama ukuqhwaya udushe!”

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 5

imbono 2 Yookumkani 5:7 kwimeko