Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 5:23 Ibhayibhile (XHO96)

UNahaman waphendula esithi: “Ewe, kukuwe; ungawafumana amawaka amathandathu esiliva.” Wacenga ke esithi uGehazi makawamkele, waza ke loo siliva wayifaka kwiingxowa ezimbini, wamnika nezo zambatho zibini zokutshintsha. Ke uNahaman loo mthwalo wawunikela kwizicaka ezibini, zamandulela uGehazi ziwuphethe.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 5

imbono 2 Yookumkani 5:23 kwimeko