Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 5:21 Ibhayibhile (XHO96)

Waxhabasha ke uGehazi emva koNahaman. Uthe uNahaman akumbona ebaleka esiza ngakuye, suka wehla enqwelweni yakhe wamhlangabeza. Wabuza wathi: “Ngaba akukho nto yonakeleyo na kodwa?”

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 5

imbono 2 Yookumkani 5:21 kwimeko