Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 5:17 Ibhayibhile (XHO96)

UNahaman waqhuba wenjenje: “Xa ke ungavumi ke, nkosi yam, mna ke ndiyakubongoza, mna sicaka sakho, mandiphiwe umhlaba ongumthwalo olingene iimeyile ezimbini, kuba kaloku mna sicaka sakho andisoze ndiphinde nditshise madini, ndenze naminikelo kuthixo ongomnye ngaphandle koNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 5

imbono 2 Yookumkani 5:17 kwimeko