Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 4:7 Ibhayibhile (XHO96)

Wahamba ke waya kuxelela umfo wakwaThixo owathi kuye: “Hamba uye kuthengisa loo mafutha, uhlawule amatyala akho. Aseleyo ke nophila ngawo, wena noonyana bakho.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 4

imbono 2 Yookumkani 4:7 kwimeko