Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 4:40 Ibhayibhile (XHO96)

Isityu eso ke saphakwa sanikwa loo madoda, kodwa ke athe xa aqalayo ukutya akhala athi: “Mfo wakwaThixo, ukufa kusembizeni!” Akaba nako ke ukusitya esi sityu.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 4

imbono 2 Yookumkani 4:40 kwimeko