Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 4:35 Ibhayibhile (XHO96)

UElisha ke wakhe wayishiya, wahamba-hamba apho endlwini, waza ke waphinda wabuya wazolula apho phezu kwenkwenkwana. Ke inkwenkwe leyo yathimla kasixhenxe, yaza ke yawavula amehlo ayo.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 4

imbono 2 Yookumkani 4:35 kwimeko