Wathetha nehlakani lakhe uGehazi, wathi: “Khawubize lo mfazi womShunem eze apha.”Wambiza ke, waza wafika wema phambi kwakhe.