Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 3:24 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke athi akufika ekampini yamaSirayeli amaMowabhi lawo, suka avuka amaSirayeli, alwa ada awasukela. Hayi ke, amaSirayeli alihlasela elo lamaMowabhi, akawabulala awaxhela.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 3

imbono 2 Yookumkani 3:24 kwimeko