Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 3:22 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuvuka kwawo kusasa ilanga lalikhazimla emanzini. Ke kaloku ngaphesheya phaya kumaMowabhi amanzi lawo asuka angathi abomvu njengegazi.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 3

imbono 2 Yookumkani 3:22 kwimeko