Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 3:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uElisha wathi kukumkani wakwaSirayeli: “Andinanto yakwenza nawe! Hamba wena uye kubashumayeli bakayihlo nonyoko!”Waphendula ke ukumkani wakwaSirayeli wathi: “Hayi kaloku, nguNdikhoyo ngokwakhe osiqokeleleyo thina zikumkani sobathathu, wathi kanti uza kusinikela esandleni samaMowabhi.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 3

imbono 2 Yookumkani 3:13 kwimeko