Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 25:23 Ibhayibhile (XHO96)

Ke amagosa omkhosi neqela lawo athi akuva ukuba ukumkani waseBhabheli umisele uGedaliya ukuba abe ngumlawuli, asuka aya kuye uGedaliya eMizpa: uIshmayeli unyana kaNetaniya, uYohanan unyana kaKareya, uSeraya unyana kaTanumente umNetofa, noYazaniya unyana kaMahakati, bekunye neqela labo.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 25

imbono 2 Yookumkani 25:23 kwimeko