Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 23:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani wayalela umbingeleli omkhulu uHilekiya, nababingeleli abanganeno kwakhe, nabagcini-mnyango, ukuba bazisuse apho endlwini kaNdikhoyo zonke izinto ezazenzelwe uBhali noAshera neenkwenkwezi. Zonke ezo zinto wazitshisela ngaphandle kweJerusalem kwezo ntili zeKedron; ke lona uthuthu waluthatha walusa eBhetele.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 23

imbono 2 Yookumkani 23:4 kwimeko