Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 23:33 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani waseJiputa uNekoOkanye “uFaro Neko” – eJiputa ookumkani babebizwa ngokuba nguFaro wamkhonkxa ngamatyathanga eRibhela, umhlaba waseHamati, waza ke akabi nako ukulawula apho eJerusalem. Kananjalo uJuda wammisela irhafu yeekhilogram zesiliva ezimawaka mathathu makhulu mane, kunye neekhilogram zegolide ezimashumi mathathu anane.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 23

imbono 2 Yookumkani 23:33 kwimeko