Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 23:2 Ibhayibhile (XHO96)

Wahamba waya endlwini *kaNdikhoyo kunye namadoda akwaJuda, nabantu baseJerusalem, ababingeleli nabashumayeli. Ewe, waqokelela umntu wonke, eqalela komncinci aye komdala. Wabafundela onke amazwi encwadi yomnqophiso, leyo yayifunyenwe endlwini kaNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 23

imbono 2 Yookumkani 23:2 kwimeko