Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 23:17 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani wathi: “Elaa litye lengcwaba ndilibonayo lelikabani?”Amadoda eso sixeko athi kuye: “Eliya lingcwaba lomfo wakwaThixo owayevela kwaJuda, waza waxela ezi zinto uzenzileyo mayela neli qonga laseBhetele.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 23

imbono 2 Yookumkani 23:17 kwimeko