UHilekiya umbingeleli omkhulu ke waxelela uShafan unobhala lowo, wathi: “Apha endlwini kaNdikhoyo ndifumene incwadi yomthetho.” Waza ke wamnika, ke yena uShafan wayifunda.