Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 22:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. UJosiya waqalisa ukulawula eneminyaka esibhozo, waza walawula eJerusalem iminyaka emashumi mathathu ananye. Unina yayinguYedida intombi ka-Adaya waseBhozekati.

2. Ke yena wênza okuhle emehlweni *kaNdikhoyo, ehamba ekhondweni likayise-mkhulu uDavide, enganxaxhi.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 22