Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 21:3 Ibhayibhile (XHO96)

Iindawo zonqulo eziphakamileyo awazitshitshisayo uyise uHezekiya, yena wabuya wazivusa, kananjalo wakhela noBhali amaqonga, wenza nentsika ka-Ashera, kanye ngendlela awayenze ngayo uAhabhi ukumkani wakwaSirayeli. Wayequbuda nakwiindidi zonke zeenkwenkwezi ezinqula.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 21

imbono 2 Yookumkani 21:3 kwimeko