Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 21:1 Ibhayibhile (XHO96)

UManase wayeneshumi elinesibini leminyaka ukuqala kwakhe ukuba ngukumkani, waza ke walawula eJerusalem iminyaka emashumi mahlanu anesihlanu. Unina yayinguHefezibha.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 21

imbono 2 Yookumkani 21:1 kwimeko