“Ngaba kukho nto ayibonileyo ke apha komkhulu?” ubuzile umshumayeli.UHezekiya uphendule ngelithi: “Akukho nto angayibonanga. Ndiwangenise kubo bonke oovimba bam.”