Abemi bazo baphelelwe ngamandla;bathe nkamalala, basezintlonini.Nqwa nomfino emasimini phayangathi zizithombo ezithukuzayo,ngathi yingc' entshula phezu kwendlu,esuk' itshe ingakhulanga nokukhula.