Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 19:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku wathi akuziva ezi ndaba ukumkani uHezekiya, suka wakhathazeka, wazikrazula izambatho zakhe, wanxiba ezirhwexayo zokuzila, waya kungena endlwini *kaNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 19

imbono 2 Yookumkani 19:1 kwimeko