Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 18:37 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uEliyakim unyana kaHilekiya, umaqhuzu wakomkhulu, noShebhena unobhala wenkundla, kunye noJowa unyana ka-Asafu, usiba-khulu, bakhathazeka, bazikrazula izambatho zabo, bahamba baya kuHezekiya, baza bamazisa loo mazwi athethwe yingqwayi-ngqwayi.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 18

imbono 2 Yookumkani 18:37 kwimeko