Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 18:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku kwathi ngonyaka wesithathu kaHosheya unyana kaEla ukumkani wakwaSirayeli, uHezekiya unyana ka-Ahazi ukumkani wakwaJuda waqalisa ukulawula.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 18

imbono 2 Yookumkani 18:1 kwimeko