Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 17:8 Ibhayibhile (XHO96)

balandela imikhwa yeentlanga awazigxothayo *uNdikhoyo, waza wafaka amaSirayeli emhlabeni wazo. Kananjalo bangena kwimikhwa eyangeniswa ngookumkani bakwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 17

imbono 2 Yookumkani 17:8 kwimeko