Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 17:15 Ibhayibhile (XHO96)

Basuka bayibukula imimiselo kunye nomnqophiso awayewenze kunye nooyise, abazikhathalela nezilumkiso awabayala ngazo. AmaSirayeli asuka alandelana nemifanekiso ephuthileyo, aza kananjalo nawo aphutha. Asuka alinganisa iintlanga ezaziwangqongile, nangona uNdikhoyo wayewayalile wathi: “Ze ningayilandeli imikhwa yazo.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 17

imbono 2 Yookumkani 17:15 kwimeko