Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 17:1 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathi ngonyaka weshumi elinambini uAhazi engukumkani wakwaJuda wangena embusweni uHosheya, unyana kaEla, waba ngukumkani kwaSirayeli eSamariya. Walawula iminyaka elithoba.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 17

imbono 2 Yookumkani 17:1 kwimeko