Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 15:9 Ibhayibhile (XHO96)

Naye wenza okubi emehlweni *kaNdikhoyo kwanjengooyise. Zange ashenxe kwizono zikaJerobhowam unyana kaNebhati, ezo walukuhlela amaSirayeli kuzo.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 15

imbono 2 Yookumkani 15:9 kwimeko