Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 15:27 Ibhayibhile (XHO96)

Ngonyaka wamashumi amahlanu anambini elawula uAzariya kwelakwaJuda, uPeka unyana kaRemaliya waba ngukumkani wakwaSirayeli, waza walawula eSamariya iminyaka emashumi mabini.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 15

imbono 2 Yookumkani 15:27 kwimeko