Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 15:25 Ibhayibhile (XHO96)

Elinye lamaphakathi akhe injengele uPeka unyana kaRemaliya wamenzela iyelenqe. Wathatha amashumi amahlanu kumadoda aseGiliyadi, waza wambulala uPekaya ndawonye noArgobhi noAriye enqabeni yebhotwe lakomkhulu eSamariya. Ewe, uPeka wambulala uPekaya, waza ke wangena esikhundleni sakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 15

imbono 2 Yookumkani 15:25 kwimeko