Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 14:9 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke ukumkani uYehowashe ukumkani wakwaSirayeli wathumela kuAmaziya ukumkani wakwaJuda, wathi: “Umthana wameva waseLebhanon wathumela udaba kumsedare waseLebhanon, usithi: ‘Yendisela intombi yakho kunyana wam.’ Kusenjalo kwavela irhamncwa apho eLebhanon, laza lawunyhasha ngeenyawo loo mthana wameva.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 14

imbono 2 Yookumkani 14:9 kwimeko