Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 14:27 Ibhayibhile (XHO96)

Ukanti ke uNdikhoyo wayengatshongo ukuba uya kulibhangisa kuphele igama likaSirayeli ehlabathini, ngoko ke wamhlangula uSirayeli ngesandla sikaJerobhowam unyana kaYehowashe.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 14

imbono 2 Yookumkani 14:27 kwimeko