Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 14:23 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathi ngonyaka weshumi elinesihlanu elawula uAmaziya unyana kaYowashe ukumkani wakwaJuda, uJerobhowam unyana kaYehowashe ukumkani wakwaSirayeli waba ngukumkani eSamariya, waza walawula iminyaka emashumi mane ananye.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 14

imbono 2 Yookumkani 14:23 kwimeko