Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 14:11 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke uAmaziya zange aphulaphule; ngoko ke ukumkani wakwaSirayeli uYehowashe wamhlasela. Yena noAmaziya ukumkani wakwaJuda baqubisana eBhete-shemeshe kwelakwaJuda.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 14

imbono 2 Yookumkani 14:11 kwimeko